Translations by Thelma Lungcuzo

Thelma Lungcuzo has submitted the following strings to this translation. Contributions are visually coded: currently used translations, unreviewed suggestions, rejected suggestions.

122 of 22 results
13.
Task &name:
2009-07-18
Igama &lomsebenzi:
14.
Edit &absolute
2009-07-18
Hlela &okupheleleyo
20.
Enter the name of the task here. This name is for your eyes only.
2009-07-18
Ngenisa igama longeno apha. Eligama lelamehlo akho kuphela.
24.
This is the time the task has been running this session.
2009-07-18
Eli lixesha elisebenza esi siqendu pheleleyo umsebenzi
25.
Specify how much time to add or subtract to the overall and session time
2009-07-18
Khankanya ukuba ithatha ixesha elingakanani ukudibanisa okanye ukuthabatha kuyo yonke nakwisiqendu sexesha.
43.
Configure key bindings
2009-07-18
Qwalasela isidibanisi sesitshixo
52.
Current Maintainer
2009-07-18
Umlondolozi Wangoku
54.
Original Author
2009-07-18
Umbhali Woqobo
72.
Session
2009-07-18
Isiqendu
123.
Your names
2009-07-18
Thelma Lungcuzo
124.
Your emails
2009-07-18
thelma@translate.org.za
125.
Task Name
2009-07-18
Igama Lomsebenzi
126.
Session Time
2009-07-18
Ixesha Lesiqendu
129.
Total Time
2009-07-18
Ixesha Elipheleleyo
141.
New Task
2009-07-18
Umsebenzi Omtsha
142.
Unnamed Task
2009-07-18
Umsebenzi Ongenagama
143.
New Sub Task
2009-07-18
Omtsha Umsebenzi Osezantsi
144.
Edit Task
2009-07-18
Hlela Umsebenzi
167.
S&top
2009-07-18
Mi&sa
178.
This will create a new top level task.
2009-07-18
Oku kuzakwenza umsebenzi omtsha okumphakamo ophezulu.
185.
&Edit...
2009-07-18
&Hlela...
187.
This will bring up a dialog box where you may edit the parameters for the selected task.
2009-07-18
Oku kuzakuzisa ibhokisi yencoko yababini apho ungahlela inani elinkeza iziphumo zomsebenzi okhethiweyo.